LRC歌词

Verse
Nyange le mihla/
Liwa laphakade/ x 2

Sithi Nqonqoshe/
Kumkani/ Maxhoba ayakhawuleza/ x 2

Phezu kweentaba/ Emphefumlweni wam/Emazulwuni/ Phantsi kwamanzi/ uthando lubanzi/ uMvelinqangi kulapho/
(((Ehlala khona)))/ (((Kulapho)))

Verse
Nyange le mihla/
Liwa laphakade/ x 2

Sithi Nqonqoshe/
Kumkani/ Maxhoba ayakhawuleza/ x 2

Chorus:
Sithi Nqonqoshe/
Kumkani/ Maxhoba ayakhawuleza/ Jehova yi gama Lakhe/ Yena Ufanelwe kukubongwa/

(((Sithi Ufanelwe kukubongwa)))

文本歌词

VerseNyange le mihla/Liwa laphakade/ x 2Sithi Nqonqoshe/Kumkani/ Maxhoba ayakhawuleza/ x 2Phezu kweentaba/ Emphefumlweni wam/Emazulwuni/ Phantsi kwamanzi/ uthando lubanzi/ uMvelinqangi kulapho/(((Ehlala khona)))/ (((Kulapho)))VerseNyange le mihla/Liwa laphakade/ x 2Sithi Nqonqoshe/Kumkani/ Maxhoba ayakhawuleza/ x 2Chorus:Sithi Nqonqoshe/Kumkani/ Maxhoba ayakhawuleza/ Jehova yi gama Lakhe/ Yena Ufanelwe kukubongwa/(((Sithi Ufanelwe kukubongwa)))

推荐音乐

声明:本站不存储任何音频数据,站内歌曲来自搜索引擎,如有侵犯版权请及时联系我们,我们将在第一时间处理!